Baxhobe izaphetha nemikhonto;bazizikhohlakali ezingenamfesane.Isingqi sokufika kwabo bekhwele amahashekunga kukugquma kolwandle.Baxhobe baf' amacala,khon' ukuze bahlasele wena, ntombindini Bhabheli.