Ukumkani waseBhabheli uve iindaba ngabo,zangenwa ngumkhinkqi iingalo,lwangongoza uvalo oku komfazi olunywayo.