Kaloku ufikile umhla wokutshatyalaliswa kwawo onke amaFilistiya,nokuphanziswa kwawo onke amasalela anokunceda iTire neSidon.Kaloku uNdikhoyo uza kuyitshabalalisa iFilistiyaelisalela lababevela kwisiqithi saseKafetori.