IGaza iza kucheba izile,iAshkelon yona ikhwankqiswe.Masalelandini asemathafeni,koda kube nini na nizicenta nimbambazela?