Malunga naba bantu utsho uNdikhoyo ukuthi:“Bayakuthanda ukuzula-zula;iinyawo zabo abakwazi ukuzilawula.Abamkholisi konke uNdikhoyo.Uya kuhlala ebukhumbula ubungwenxa babo,abohlwaye ngenxa yesono sabo.”