Kutheni wafana nomntu odidekileyo,kanye njengegorha elingenamandla okuhlangula?Ngenene ukho phakathi kwethu, Ndikhoyo,singabantu ababizwa ngegama lakho, uze ungasilahli.