Kuyo soze kubekho ngonyama,ingasoze ihanjwe narhamncwa;kuphela ngabakhululwe nguNdikhoyoabaya kudakasa kuloo ndlela.