Asazi ke kwabo bazifihlayo –kunyembelekile kwabafihlela *uNdikhoyo iinjongo zabo,kwabo benza izinto ebumnyameni,besithi: “Ngubani oya kusibona? Ngubani oya kusazi?”