Iinto zonke bona bayazibhukuqa:kukho udongwe nombumbi – yiyiphi eyona-yona?Into ebunjiweyo ingamsola na umbumbi isithi: “Andenziwanga nguye”?Udongwe lungatsho na kumxonkxi ukuthi: “Awunangqiqo”?