Akuncedi nto ukwazelelela isikhohlakali;kaloku sivalekile, asibuqondi ubulungisa.Sona siyona nakwilizwe lamalungisa;asibuvumi ubungangamsha bukaNdikhoyo.