Ebusuku umphefumlo wam ulangazelela wena;kusasa umoya wam uyazula ufuna wena.Xa ulohlwaya ihlabathiabemi balo bafunda ngobulungisa.