*UNdikhoyo uza kulibharhis' ihlabathi;uya kubetha kutsho kube senkangala;uya kulitsho lenz' uqulukubhode,abemi balo bona babe ziintsali.