Ngaloo mini abantu baya kuyilahla imifanekiso yabo yesiliva neyegolide,nditsho leyo bayenzele ukuyinqula.Ewe, yoba lixhoba leempuku namalulwane.