Ke bona abantu baya kungena emiqolombeni,baziqhusheke nditsho nasemingxunyeni,bezimela ubuqaqawuli bobungangamsha bakheekufikeni kwakhe eze kuwurhwaqelisa umhlaba.