Osisilumko uya kuziqonda ezi zinto;oqaphelayo uya kukwazi oku.Iindlela *zikaNdikhoyo zithe ngqo.Ke amalungisa ahamba ngazo;ke bona abakreqi ziyabakhubekisa.