Wasuka wangenwa likratshi ngenxa yobuhle;bade bonakala nobulumko bakho,ngenxa yokuziqhayisa ngobunzwakazi.Ndaza ke mna ndakubhuqa-bhuqa emhlabeni,ndakwenza intlekisa yeekumkani.