Urhwebo lwakho olugqibe lonke ilizwelwakwenza waba sisikrelemnqa wada wona.Ke mna ndakugxotha entabeni kaThixo,waza wahlazeka.Ewe, ndakugxotha, wena sithunywa esimaphiko,wemka kuloo matye abomvu ngumlilo.