Bathe besathetha naye njalo agaleleka amaphakathi kakumkani, aza ke emka naye ngokukhawuleza uHaman, amsa kwelo theko lalilungiswe nguEstere.