Andilufihlanga udaba losindiso lwakho;bendisoloko ndibalisa ngokunyaniseka noncedo lwakho;andilifihlelanga ibandla lakho izibele zakho nenyaniso yakho.