Kaloku imihla yam uyicuthe kakhulu;àyinto konke kuwe imihla yobomi bam;umntu ufana nomphunga nje kuwe.