Awu, Ndikhoyo, ndisisicaka sakho;ewe, ndingunyana wesicakazana sakho;ndilapha nje ndakhululwa nguwe.