Ndiza kudala ubutshaba phakathi kwakho nomfazi.Inzala yakho neyakhe ziya kuhlala zithiyene.Yona yokucumza intloko;wena woyiluma isithende.”