Waza wathi kuloo mfazi:“Wena uza kuthwala ubunzima ngakumbi xa ukhulelwe,udliwe yinimba xa uzalayo.Noko kunjalo umyeni wakho ùya kumlangazelela,lo gama ayinkosi yakho.”