Uya kuphila ngekrele uphantsi komninawa wakho;kambe ke liya kufika ithuba apho uya kudinwa khona,uyaphule loo dyokhwe yakhe isentanyeni yakho.”