Kambe kwathi esayihlafuna inyama leyo, engekayigqibi, suka wavutha umsindo kaNdikhoyo, wawabetha ngobhubhani amaSirayeli.