Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 8:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi ngoko kuye, Uphi na uYihlo? Waphendula uYesu, wathi, Anindazi mna; animazi noBawo. Ukuba benindazi mna, ninge nimazi noBawo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8

imbono Uyohane 8:19 kwimeko