Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 8:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula uYesu wathi kubo, Nokuba ndithi ndizingqinele mna ngokwam, buyinene ubungqina bam; ngokuba ndiyazi apho ndavela khona, nalapho ndiya khona; ke nina anazi apho ndivela khona, nalapho ndiya khona.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8

imbono Uyohane 8:14 kwimeko