Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 8:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. UYesu ke yena waya eNtabeni yemiNquma.

2. Uthe ke ngesifingo wabuya wafika etempileni; baye bonke abantu besiza kuye; wahlala phantsi, wabafundisa.

3. Ababhali nabaFarisi bazisa ke kuye umfazi obanjwe ekrexeza; baza, bemmise phakathi,

funda isahluko epheleleyo Uyohane 8