Ke kaloku, into eninzi esihlweleni yakholwa kuye; yayisithi, uKristu*, xa athe wafika, angaba uya kwenza imiqondiso emininzi na kunale ayenzileyo lo?