Thina siyamazi lo apho avela khona; xa sukuba ke uKristu* esiza, akukho namnye uya kumazi apho avela khona.