Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 3:22-24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Emveni kwezi zinto, weza uYesu nabafundi bakhe emhlabeni wakwaYuda; wakha walibala khona apho nabo; wabhaptiza.

23. Waye ke noYohane ebhaptiza e-Enon, kufuphi neSalem, ngokuba amanzi abemaninzi khona apho; babesiza ke babhaptizwe.

24. Kuba ebengekaphoswa entolongweni uYohane.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 3