Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 2:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kuthe ngomhla wesithathu, kwabakho umsitho eKana yelaseGalili; waye unina kaYesu ekhona.

2. Wamenyelwa ke noYesu kwanabafundi bakhe emsithweni lowo.

3. Kuthe ke, bakuphelelwa yiwayini, wathi unina kaYesu kuye, Abanawayini.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 2