Uyohane 19:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Waza ngoko uPilato wamthabatha uYesu, wamtyakatya. amana esithi, Aa! Kumkani wamaYuda! ammonxoza.