Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 17:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezi zinto wazithetha uYesu, wawaphakamisa amehlo akhe wakhangela ezulwini, wathi, Bawo, lifikile ilixa; mzukise uNyana wakho, ukuze noNyana wakho akuzukise;

funda isahluko epheleleyo Uyohane 17

imbono Uyohane 17:1 kwimeko