Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 16:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umfazi xa aza kuzala, uyaxhalaba, ngokuba ilixa lakhe lifikile; xa athe ke wazala umntwana, akabi sayikhumbula loo mbandezelo, ngenxa yovuyo lokuba kuzelwe umntu ehlabathini.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 16

imbono Uyohane 16:21 kwimeko