Samphendula isihlwele sathi, Thina sivile emthethweni, ukuba uKristu* yena uhlala ngonaphakade; ùtsho ngani na wena ukuthi, UNyana woMntu umelwe kukuthi aphakanyiswe? Úngubani na lo Nyana woMntu?