Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 10:28-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. mna ndizinika ubomi obungunaphakade; azisayi kutshabalala naphakade; akukho namnye uya kuzihlutha esandleni sam.

29. UBawo, ondinike zona, ungaphezu kwabo bonke; akukho bani unako ukuzihlutha esandleni sikaBawo.

30. Mna noBawo sibanye.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 10