Testamente Endala

Testamente Entsha

Umateyu 7:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani; nangomlinganiselo enilinganisela abanye ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 7

imbono Umateyu 7:2 kwimeko