Testamente Endala

Testamente Entsha

Umateyu 6:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yoko ndithi kuni, Musani ukubuxhalela ubomi benu, nisithi nodla ntoni na; nosela ntoni na; kwanomzimba wenu, nisithi niya kwambatha ntoni na. Ubomi abungaphezulu na kuko ukudla, nomzimba awungaphezulu na kwinto yokwambatha?

funda isahluko epheleleyo Umateyu 6

imbono Umateyu 6:25 kwimeko