Lumkani, ubulungisa benu ningabenzeli ebusweni babantu, ngokunga ningábonwa ngabo; okanye, aninamvuzo kuYihlo osemazulwini.