Ukuba unguNyana kaThixo, ziphose ezantsi; kuba kubhaliwe kwathiwa,Úya kuziwisela umthetho ngawe izithunywa zakhe zasemazulwini,Zikufukule ngezandla,Hleze ubetheke ngonyawo lwakho etyeni.(INdum. 91:11)