Testamente Endala

Testamente Entsha

Umateyu 26:30-32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Bakuba bevume ingoma yokudumisa, baphuma baya eNtabeni yemiNquma.

31. Ngelo xesha uthi uYesu kubo, Nina nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku; kuba kubhaliwe kwathiwa,Ndiya kumbetha umalusi, zichithwachithwe izimvu zomhlambi.(UZek. 13:7)

32. Kodwa emveni kokuvuka kwam, ndiya kunandulela ndiye kwelaseGalili.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 26