Testamente Endala

Testamente Entsha

Umateyu 23:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yeha, nina babhali, baFarisi, bahanahanisindini! Ngokuba nibuvala ubukumkani bamazulu phambi kwabantu; kuba aningeni nina, nabangénayo anibavumeli ukuba bangene.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 23

imbono Umateyu 23:13 kwimeko