uYesu wabuza kubo, esithi, Nithini na nina ngaye uKristu?* Ungunyana kabani na? Bathi kuye, kaDavide.