Testamente Endala

Testamente Entsha

Umateyu 21:45-46 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

45. Bathi ababingeleli abakhulu nabaFarisi, bakuyiva imizekeliso yakhe, baqonda ukuba uthetha ngabo.

46. Bathi befuna ukumbamba, boyika abantu, ekubeni ke babebambe ukuthi ungumprofeti.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 21