Testamente Endala

Testamente Entsha

Umateyu 21:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba uYohane weza kuni ngendlela yobulungisa, anakholwa nguye; kodwa bákholwa nguye bona ababuthi berhafu namahenyukazi; ke nina, nakukubona oko, anibuyanga nizohlwaye, ukuze nikholwe nguye.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 21

imbono Umateyu 21:32 kwimeko