Kuthe akungena etempileni, xa afundisayo, beza kuye ababingeleli abakhulu namadoda amakhulu abantu, besithi, Ezi zinto ùzenza ngagunya lini na? Kananjalo ngubani na okunike eli gunya?