Testamente Endala

Testamente Entsha

Umateyu 18:33-35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

33. ubungamelwe na kukuba ube nenceba nawe kokhonza kunye nawe, njengokuba nam bendinenceba kuwe?

34. Yaqumba inkosi yakhe, yamnikela kubathuthumbisi, ade alihlawule lonke ityala lakhe kuyo.

35. Wothi noBawo wasemazulwini enjenjalo kuni, ukuba anithanga nonke ngabanye nabaxolela abazalwana benu iziphoso zabo ngeentliziyo zenu.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 18