Sizalisekele kubo ke isiprofeto sikaIsaya esithi,Ukuva niya kuva, ningakhe niqonde;Nithi nibona nje nibone, ningakhe niqiqe;