Yabonani, umkhonzi wam endimnyulileyo;Intánda yam okholisiweyo yiyo umphefumlo wam;Ndiya kumbeka uMoya wam phezu kwakhe,Waye eya kuzibikela iintlanga umgwebo.